Oxford Ukhanyo IBanga 4 INcwadi yoMfundi (CAPS)

ISBN: 9780199058792
Author: L. Caga, N. Magwaxaza, Z. Matshingana, P. Mpengesi, N. Mqotyana, X. Taleni

R156.95 (incl. VAT)

IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Iyazifezekisa iimfuno zeCAPS kwaye inceda abafundi ekubeni baqhubele phambili kumaBanga omathathu esiGaba esiPhakathi. Le ncwadi isebenzisa iindlela zokufundisa ezahlukeneyo eziphuhlisa izakhono zolwimi neziza kuncedisa abafundi ukuba banxibelelane ngendlela echanekileyo.

Features

  • Sebenzisa IOxford Ukhanyo kuba: isikhokelo esicacileyo malunga nokulawulwa kwegumbi lokufundela sinceda utitshala ukuba akwazi ukucwangcisa izifundo ezilungiselelwe abafundi abahlukileyo ngokobukrelekrele
  • ukufezekiswa kweemfuno zeCAPS nomxholo otyebileyo kwenza ukuba abafundi bafunde ngokuzithemba futhi bayiqonde ngcono imiba yolwimi
  • ulwimi olusetyenzisiweyo luyafi keleleka kwaye luhambelana nomgangatho wabafundi, nto leyo eyenza ukuba baqonde ngokulula imiba yolwimi kwakunye nemisebenzi
  • isikhokelo esicacileyo sokuhlola sinika abafundi ithuba lokubona inkqubelaphambili yabo futhi bakwazi nokulungela ukuhlola okwenziwa liSebe leMfundo kwiBanga lesi-6
  • imisebenzi eyahlukeneyo iphuhlisa isigama sabafundi, ukufunda ngokutyibilikayo ze ibancedise nasekuqondenin ulwimi
  • imisebenzi neetekisi eziqulunqwe ngendlela eyiyo zibonisa inkqubelaphambili kuba kusetyenziswe ezilula nezaziwayo ekuqaleni kwencwadi ze kwasetyenziswe ezinzima nezo zingaziwayo phakathi ukuya ekupheleni kwencwadi.

Additional information

Author/s

ISBN

9780199058792

Edition

000002

Publication Date

13 Oct 2012

Format

Pages

0

Language