Ilifa lethu Incwadi Yesi-4 IBanga 12 (multigenre)
ISBN: 9780199079124
Author: Z. Batyi, S. Dlephu, M.C Hoza, Y. Khoza, S.S.M Mema, N.O. Mndende, N.Mtimde
R211.95 (incl. VAT)
Ilifa lethu yincwadi esetyenziswa ngootitshala abafundisa isiXhosa uLwimi lwaseKhaya kuMzantsi Afrika jikelele. Imixholo yayo ibanzi, ifikelela kuzo zonke iimfuno zePolisi yeKharityhulam noHlolo (CAPS).
Ilifa lethu yingqokelela yoncwadi lwemveli ecazululwe ngobunono ukwenzela ukuba ukwazi ukufunda ngamasiko nembali yakho.

Features
- {'feature': ['Iintsomi ezineemfundiso ezakhayo, zizakukhumbuza mandulo phaya ngelixa ubusaya kuchitha ixesha nabadala.
- Izibongo zizakwenza uqonde ngokuphangaleleyo ngomnombo weenkokheli zomthonyama.
- Izaci namaqhalo zizakunceda ukulola ulwimi lwakho.
- Iingoma yenye yeendlela zokuthetha komntu ontsundu xa efunan ukuqgithisa umyalezo othile.
- Ilifa lethu liqhayiya nebhongo kuthi, lisiko nesithethe sethu, sinebango futhi siyazingca ngalo!']}
Additional information
Author/s | Z. Batyi, S. Dlephu, M.C Hoza, Y. Khoza, S.S.M Mema, N.O. Mndende, N.Mtimde |
---|---|
ISBN | 9780199079124 |
Edition | 000001 |
Publication Date | 26 Mar 2020 |
Format | |
Pages | 0 |
Language |