Hola IBanga 3 Ooonotsheluza bamagama
R223.95 (incl. VAT)
UHola! Masifunde luluhlu lokuqala lweeNcwadi zokuFunda zoLwimi lweNkobe lwesiXhosa. Olu luhlu luquka amabali anika umdla, anika abafundi ithuba, umxholo oyinyani, kwaye alungiselelwe abafundi abakumanqanaba ahlukeneyo okufunda kumagumbi okufundela. IiNcwadi zokuFunda zikaHola zingumxube wamabali, iintsomi, aphonononga nomxholo oyinyani okanye abonisa ilizwe abantwana abaphila kulo. Imifanekiso emihle nengqamene neminyaka yabantwana ayibukeki nje kuphela kodwa ixhasa isicatshulwa kwaye incedise abafundi ekufundeni. UHola! Masifunde uyimfuneko kwaye unika iNkqubo yokuFunda yesiGaba sesiSeko equlathe okufunekayo. Uyafumaneka ukuqala kwiBanga R ukuya kwelesi-3
kwaye uqulathe ezi zinto zilandelayo.
kwaye uqulathe ezi zinto zilandelayo.
Features
- {'feature': ['Ukufunda ngababini okanye ngamaqela apho ulwazi lwamagama neentsingiselo zingundoqo.
- Ukufunda ngabanye, ngamaqela nangokweklasi ngokuvakalayo (ukubonisa ulwazi lwamagama, ukubiza amagama) okanye ngokuthe cwaka.
- Ukuphuhlisa isigama - ingakumbi uluhlu lwamagama abhalwe ngemva kwincwadi nganye yokufunda']}
Additional information
Author/s | |
---|---|
ISBN | 9780195998399 |
Edition | 000001 |
Publication Date | 24 Aug 2012 |
Format | |
Pages | 0 |
Language |