Amabali eSiyakhula IBanga 13 (Approved)

ISBN: 9780195988031
Author: G. Mhlophe, S. Magona

R277.95 (incl. VAT)

“Iincwadi zeSiyakhula zibhalelwe abafundi boLwimi lwaseKhaya benqanaba loku-1 ukuya kwelesi-6. Ziyafumaneka ngeelwimi ezili-11.

– Zibhalwe ngababhali abaziwayo nabahlonitshiweyo, abacebisi bolwimi kunye nootitshala

– Incwadi nganye ilungiselelwe abafundi ngokwamanqanaba abo eklasini

– Zinemizobo emihle kwaye etsala umdla kubafundi

– Zingasetyenziswa ukuphuhlisa izakhono zolwimi

– Imixholo yazo iyakwazi ukusetyenziswa nakwezinye izifundo

– Kwiphepha lokugqibela kwibali ngalinye kukho umsebenzi wokuzihlola ekhaya, izikhokelo zokukhetha izixhobo, uhlolo lokufundela ukuzonwabisa.”

"Iincwadi zeSiyakhula zibhalelwe abafundi boLwimi lwaseKhaya benqanaba loku-1 ukuya kwelesi-6. Ziyafumaneka ngeelwimi ezili-11.

- Zibhalwe ngababhali abaziwayo nabahlonitshiweyo, abacebisi bolwimi kunye nootitshala

- Incwadi nganye ilungiselelwe abafundi ngokwamanqanaba abo eklasini

- Zinemizobo emihle kwaye etsala umdla kubafundi

- Zingasetyenziswa ukuphuhlisa izakhono zolwimi

- Imixholo yazo iyakwazi ukusetyenziswa nakwezinye izifundo

- Kwiphepha lokugqibela kwibali ngalinye kukho umsebenzi wokuzihlola ekhaya, izikhokelo zokukhetha izixhobo, uhlolo lokufundela ukuzonwabisa."

Additional information

Author/s

ISBN

9780195988031

Edition

000001

Publication Date

18 Aug 2009

Format

Pages

0

Language