Blitz Mental Maths Grade 2 (IsiXhosa)
R105.95 (incl. VAT)
Izibalo ze-Blitz yindlela eyolisayo yokuphucula ubuchule bokubala ngentloko kubafundi abeselula. Incwadi nganye kwezi ze-Blitz igxininisa ekuphuhliseni iindlela zokusombulula iingxaki zezibalo; ize iqinisekisekise ukuba ezo zakhono ziyasetyenziswa. Izibalo ze-Blitz zinethotho lwemisebenzi eyenza ukufunda kunike umdla; kwaye iyilwe ngendlela edala ukuba kube lula ukufunda izibalo.
Abafundi baza kuzifumanisa Izibalo ze-Blitz zisonwabisa kwaye zikhulisa nezakhono zabo zokubala ngentloko. Oku kuphucula umgangatho weNyumeresi kuphuhlisa nobuchule bezibalo jikelele.
Out of stock
Abafundi baza kuzifumanisa Izibalo ze-Blitz zisonwabisa kwaye zikhulisa nezakhono zabo zokubala ngentloko. Oku kuphucula umgangatho weNyumeresi kuphuhlisa nobuchule bezibalo jikelele.
Features
- Imisebenzi yokuPhulaphula nokuSkora iphuhlisa ubuchule bokucinga nokubala
- I-Blitzers zengqondo zikhuthaza ukucinga okuphangaleleyo
- Iiyunithi ezihlaziyayo zinceda kuhlolo oluzingileyo
- Amakhefu e-Blitz akhuthaza ukusonjululwa kweengxaki ngendlela ecela umngeni futhi isonwabisa
- IziPhumo zokuFunda kunye nemiGangatho yokuHlola ichatshazelwe ngendlela ecacileyo, ikwancedisa nasekuplaneni
- Itshathi yenkqubela phambili