Oxford Ukhanyo IBanga 12 IsiKhokelo sikaTitshala (CAPS)

ISBN: 9780195999112
Author: S. Dlephu, N. Dywili, M. Mdangayi, S. Naile, F. Sotashe

R186.95 (incl. VAT)

IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka.

Features

  • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha
  • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke
  • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha
  • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi
  • Isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo

Additional information

Author/s

ISBN

9780195999112

Edition

000000

Publication Date

15 Aug 2013

Format

Pages

0

Language