Oxford Ukhanyo IBanga 4 INcwadi yokuFunda (CAPS)
ISBN: 9780199052851
Author: L. Caga, N. Magwaxaza, Z. Matshingana, P. Mpengesi, N. Mqotyana, X. Taleni
R138.95 (incl. VAT)
IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Iyazifezekisa iimfuno zeCAPS kwaye inceda abafundi ekubeni baqhubele phambili kumaBanga omathathu esiGaba esiPhakathi. Le ncwadi isebenzisa iindlela zokufundisa ezahlukeneyo eziphuhlisa izakhono zolwimi neziza kuncedisa abafundi ukuba banxibelelane ngendlela echanekileyo.
Additional information
Author/s | L. Caga, N. Magwaxaza, Z. Matshingana, P. Mpengesi, N. Mqotyana, X. Taleni |
---|---|
ISBN | 9780199052851 |
Edition | 000000 |
Publication Date | 17 Sep 2012 |
Format | |
Pages | 0 |
Language |