Hola IBanga 2 Ooonotsheluza bamagama

ISBN: 9780199046539
Author: N. Mgobozi, N. Mafenuka, X. Manzezulu

R223.95 (incl. VAT)

UHola! Masifunde luluhlu lokuqala lweeNcwadi zokuFunda zoLwimi lweNkobe lwesiXhosa. Olu luhlu luquka amabali anika umdla, anika abafundi ithuba, umxholo oyinyani, kwaye alungiselelwe abafundi abakumanqanaba ahlukeneyo okufunda kumagumbi okufundela. IiNcwadi zokuFunda zikaHola zingumxube wamabali, iintsomi, aphonononga nomxholo oyinyani okanye abonisa ilizwe abantwana abaphila kulo. Imifanekiso emihle nengqamene neminyaka yabantwana ayibukeki nje kuphela kodwa ixhasa isicatshulwa kwaye incedise abafundi ekufundeni. UHola! Masifunde uyimfuneko kwaye unika iNkqubo yokuFunda yesiGaba sesiSeko equlathe okufunekayo. Uyafumaneka ukuqala kwiBanga R ukuya kwelesi-3
kwaye uqulathe ezi zinto zilandelayo.

Features

  • Ukufunda ngababini okanye ngamaqela apho ulwazi lwamagama neentsingiselo zingundoqo.
  • Ukufunda ngabanye, ngamaqela nangokweklasi ngokuvakalayo (ukubonisa ulwazi lwamagama, ukubiza amagama) okanye ngokuthe cwaka.
  • Ukuphuhlisa isigama - ingakumbi uluhlu lwamagama abhalwe ngemva kwincwadi nganye yokufunda

Additional information

Author/s

ISBN

9780199046539

Edition

000001

Publication Date

24 Aug 2012

Format

Pages

0

Language